Kamva Lethu Funerals

Kamva Lethu Funerals

KLF Menu

Kamva Lethu Funeral

Terms and Conditions

Ubalilungu (Active Member) elipheleleyo emva kweenyanga ezintandathu (After 6 Months)

New Membership

Ukuba ufuna ukubalilungu lakwa Kamva Lethu Funerals uza neCopy yeID yakho kunye nezababantu uzobafaka.


Ungayithumela ngeEMAIL okanye uyithumele ngoWHATSAPP uyakwazi ukungena kuMasingcwabisane weMALI nokuba uphi na apha eMZANTSI AFRIKA.

Claims

Uvumelekile ukuba ungasifaka isicelo seCLAIM kwiOFFICE okanye uyithumele ngeEMAIL okanye uyithumele ngoWHATSAPP zingekapheli iinyanga ezimbini (within 2 months).

IClaim uyibhatalwa emva kwentsuku ezimbini (48 hours)

Suicide Claims

Ize sikwazi ukuyibhatala kufuneka ube ulilungu elingaphezulu kwenyanga eziyi 12.

Lapse Policy

IPolicy iyavalwa ukuba uthe awabhathala kwadeske kwadlula iinyanga zambini.

(The policy will lapse if you didn't your premiums untill 2 months.)

X